Xhosa

phaUmhlaza
kat web
hi k ele un
wa gowo
ma na uq
Kho hele
sika ke ka
zi a khulu
se-S
A
Umngcipheko
wexesha elide
womhlaza webele
kumakhosikazi
ase-SA m-1
kumakhosikazi
angama-35
UBUSAZI
NA?
IiMpawu eziLumkisayo
ABADALA
NABANCINCI
Masibasindise
bonke!
Yiya rhoqo
kuvavanyo
lwamabele
MOBILE HEALTH UNIT
Ukushwatywaniswa
kwesikhumba sebele
Iqhuma ebeleni
okanye ekhwapheni
Ukwanda
okungaqhelekanga
kubungakanani
bebele elinye
Elinye ibele liba
ngaphantsi
ngokungaqhelekanga
kunelinye. Iingono ziba
kumanqanaba ahlukileyo
Ukufothoza kwengono
Utshintsho esikhumbeni
esingqonge ingono okanye okanye ukurhoxa
into ephumayo kwingono kwengono
Ukwanda
kwamadlala
Ukudumba
okungaqhelekanga
ekhwapheni
UBUXOKI vs INYANISO
I-CANSA ineeYunithi
eziHambayo zeMpilo
ezenza ukuskrinwa
ezindaweni zabahlali
Ndimncinane kakhulu ukuba
ndingafumana umhlaza webele
Amakhosikazi amaninzi
angaphantsi kwama-40
axilongelwe ukuba nomhlaza
webele
Amadoda akawufumani
umhlaza webele
E-1 kumadoda ali-1 066
nomngcipheko wexesha elide
womhlaza webele
Utywala abudityaniswa
nomhlaza webele
Utywala buyawandisa
umngcipheko womhlaza
webele
ULAWULO LOMNGCIPHEKO
• Zenze iimvavanyo zamabele ngokwakho inyanga nenyanga
• Yiya ekuskrinweni rhoqo (uvavanyo lwamabele
lwakwagqirha)
• I-SureTouch – isixhobo esingahlaseliyo sokhuseleko
Ukusikrinelwa amabele (asiso sixhobo soxilongo) siyafumaneka kwamnaye amaZiko oKhathalelo akwaCANSA
• Amakhosikazi angenazo iimpawu kumele aye
kwimammogram qho kwiminyaka emithathu ukusukela
kwiminyaka yobudala bama-35
Ngamakhosikazi anembali
yosapho lomhlaza webele
kuphela asemngciphekweni
Andizange
ndabanabo abantwana,
ngoko ke andinakuba
nawo umhlaza webele
"Onke amakhosikazi
asemngciphekweni, kodwa
imbali yosapho iyawandisa
umngcipheko"
Amakhosikazi angazange
abe nabo abantwana, okanye
abe nabo kuphela emva
kweminyaka engama-30,
awandisile umngcipheko
womhlaza webele
Sponsored by
NATIONAL
LOTTERY
TM
NLDTF
*Izitatistiki zase-SA nge-National Cancer Registry (NCR) nganye 2005
Toll-free 0800 22 66 22
www.cansa.org.za